×

Inene uAllâh Wathabatha uMnqophiso kuBantwana bakwaSirayeli, kananjalo Sanyula iinkokeli ezilishumi elinambini phakathi kwabo. Wathi uAllâh: 5:12 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:12) ayat 12 in Xhosa

5:12 Surah Al-Ma’idah ayat 12 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 12 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿۞ وَلَقَدۡ أَخَذَ ٱللَّهُ مِيثَٰقَ بَنِيٓ إِسۡرَٰٓءِيلَ وَبَعَثۡنَا مِنۡهُمُ ٱثۡنَيۡ عَشَرَ نَقِيبٗاۖ وَقَالَ ٱللَّهُ إِنِّي مَعَكُمۡۖ لَئِنۡ أَقَمۡتُمُ ٱلصَّلَوٰةَ وَءَاتَيۡتُمُ ٱلزَّكَوٰةَ وَءَامَنتُم بِرُسُلِي وَعَزَّرۡتُمُوهُمۡ وَأَقۡرَضۡتُمُ ٱللَّهَ قَرۡضًا حَسَنٗا لَّأُكَفِّرَنَّ عَنكُمۡ سَيِّـَٔاتِكُمۡ وَلَأُدۡخِلَنَّكُمۡ جَنَّٰتٖ تَجۡرِي مِن تَحۡتِهَا ٱلۡأَنۡهَٰرُۚ فَمَن كَفَرَ بَعۡدَ ذَٰلِكَ مِنكُمۡ فَقَدۡ ضَلَّ سَوَآءَ ٱلسَّبِيلِ ﴾
[المَائدة: 12]

Inene uAllâh Wathabatha uMnqophiso kuBantwana bakwaSirayeli, kananjalo Sanyula iinkokeli ezilishumi elinambini phakathi kwabo. Wathi uAllâh: “Mna Ndiya kuba kunye nani ukuba niyazenza iiSalâh, ninikele ngeZakâh nikholwe kananjalo kubaThunywa baM, nibahloniphe nibancedise, niboleke uAllâh imboleko elungileyo, inene, Mna Ndiya kuzicamagushela izono zenu, Ndiningenise eMiyezweni ekumpompoza imilambo phantsi kwayo. Kodwa ke ukuba ubani apha kuni uye walulahla ukholo emva kwako (konke) oku, inene lowo uya kuba uphambukile eNdleleni ethe Tye

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولقد أخذ الله ميثاق بني إسرائيل وبعثنا منهم اثني عشر نقيبا وقال, باللغة الكسوزا

﴿ولقد أخذ الله ميثاق بني إسرائيل وبعثنا منهم اثني عشر نقيبا وقال﴾ [المَائدة: 12]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek