×

Hini na wena Mthunywa, musa ukukhathazeka ngabo bangxamela ukugaxeleka ekungakholweni, abo bathi: 5:41 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:41) ayat 41 in Xhosa

5:41 Surah Al-Ma’idah ayat 41 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 41 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿۞ يَٰٓأَيُّهَا ٱلرَّسُولُ لَا يَحۡزُنكَ ٱلَّذِينَ يُسَٰرِعُونَ فِي ٱلۡكُفۡرِ مِنَ ٱلَّذِينَ قَالُوٓاْ ءَامَنَّا بِأَفۡوَٰهِهِمۡ وَلَمۡ تُؤۡمِن قُلُوبُهُمۡۛ وَمِنَ ٱلَّذِينَ هَادُواْۛ سَمَّٰعُونَ لِلۡكَذِبِ سَمَّٰعُونَ لِقَوۡمٍ ءَاخَرِينَ لَمۡ يَأۡتُوكَۖ يُحَرِّفُونَ ٱلۡكَلِمَ مِنۢ بَعۡدِ مَوَاضِعِهِۦۖ يَقُولُونَ إِنۡ أُوتِيتُمۡ هَٰذَا فَخُذُوهُ وَإِن لَّمۡ تُؤۡتَوۡهُ فَٱحۡذَرُواْۚ وَمَن يُرِدِ ٱللَّهُ فِتۡنَتَهُۥ فَلَن تَمۡلِكَ لَهُۥ مِنَ ٱللَّهِ شَيۡـًٔاۚ أُوْلَٰٓئِكَ ٱلَّذِينَ لَمۡ يُرِدِ ٱللَّهُ أَن يُطَهِّرَ قُلُوبَهُمۡۚ لَهُمۡ فِي ٱلدُّنۡيَا خِزۡيٞۖ وَلَهُمۡ فِي ٱلۡأٓخِرَةِ عَذَابٌ عَظِيمٞ ﴾
[المَائدة: 41]

Hini na wena Mthunywa, musa ukukhathazeka ngabo bangxamela ukugaxeleka ekungakholweni, abo bathi: “Siyakholwa” ngemilomo yabo zibe iintliziyo zabo zingenalukholo. KumaYuda kukho abantu abaphulaphula ubuxoki ngentumakalo enkulu baphulaphule (abantu) abangabanye abangakhanga beze kuwe, bayawaguqula amazwi kwindawo yawo (yemfanelo), bathi: “Ukuba unikwa oku, kuthathe, kodwa ukuba akunikwanga oku, lumka ke ngoko! “Ukanti nabani na lowo uAllâh Athe Wathanda ukumfaka kwintshutshiso, akukho nto unokumenzela yona ngokuchasene noAllâh. Abo ngabo bantliziyo zabo uAllâh Angafuniyo ukuzihlambulula (ekungakholweni nakubuhanahanisi), Okwabo lihlazo kweli hlabathi, ze kuBomi oBuzayo ibe yintuthumbo enkulu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ياأيها الرسول لا يحزنك الذين يسارعون في الكفر من الذين قالوا آمنا, باللغة الكسوزا

﴿ياأيها الرسول لا يحزنك الذين يسارعون في الكفر من الذين قالوا آمنا﴾ [المَائدة: 41]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek