×

UMesiyaunyanakaMariyamwayengeyontoyimbingaphandle kokuba nguMthunywa; baninzi ababengabaThunywa abalandulelayo eli hlabathi ngaphambili kunaye. Umama wakhe 5:75 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:75) ayat 75 in Xhosa

5:75 Surah Al-Ma’idah ayat 75 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 75 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿مَّا ٱلۡمَسِيحُ ٱبۡنُ مَرۡيَمَ إِلَّا رَسُولٞ قَدۡ خَلَتۡ مِن قَبۡلِهِ ٱلرُّسُلُ وَأُمُّهُۥ صِدِّيقَةٞۖ كَانَا يَأۡكُلَانِ ٱلطَّعَامَۗ ٱنظُرۡ كَيۡفَ نُبَيِّنُ لَهُمُ ٱلۡأٓيَٰتِ ثُمَّ ٱنظُرۡ أَنَّىٰ يُؤۡفَكُونَ ﴾
[المَائدة: 75]

UMesiyaunyanakaMariyamwayengeyontoyimbingaphandle kokuba nguMthunywa; baninzi ababengabaThunywa abalandulelayo eli hlabathi ngaphambili kunaye. Umama wakhe (uMaryam) wayenenyaniso. Bobabini babesitya ukutya. Khawukhangele indlela eSizicacisa ngayo iiVesi kubo; kodwa khawubone indlela abaphambuke baphuma ngayo (enyanisweni)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ما المسيح ابن مريم إلا رسول قد خلت من قبله الرسل وأمه, باللغة الكسوزا

﴿ما المسيح ابن مريم إلا رسول قد خلت من قبله الرسل وأمه﴾ [المَائدة: 75]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek