×

UAllâh Wenze iKa’bha ukuba ibe nguMzi oNgcwele, ibe ligwiba lokhuseleko nenzuzo yoluntu, 5:97 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:97) ayat 97 in Xhosa

5:97 Surah Al-Ma’idah ayat 97 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 97 - المَائدة - Page - Juz 7

﴿۞ جَعَلَ ٱللَّهُ ٱلۡكَعۡبَةَ ٱلۡبَيۡتَ ٱلۡحَرَامَ قِيَٰمٗا لِّلنَّاسِ وَٱلشَّهۡرَ ٱلۡحَرَامَ وَٱلۡهَدۡيَ وَٱلۡقَلَٰٓئِدَۚ ذَٰلِكَ لِتَعۡلَمُوٓاْ أَنَّ ٱللَّهَ يَعۡلَمُ مَا فِي ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَمَا فِي ٱلۡأَرۡضِ وَأَنَّ ٱللَّهَ بِكُلِّ شَيۡءٍ عَلِيمٌ ﴾
[المَائدة: 97]

UAllâh Wenze iKa’bha ukuba ibe nguMzi oNgcwele, ibe ligwiba lokhuseleko nenzuzo yoluntu, ndawonye neenyanga eziNgcwele nezilwanyana zomnikelo (nabantu abaphawulwe ngezidanga okanye izilwanyana eziphawulwe ngezidanga ezenziwengamaxoloemithiyaseMakkahngenxayokhuseleko lwazo). Khon’ukuze nazi okokuba uAllâh Unolwazi lwako konke okusemazulwini nokusemhlabeni nokuba uAllâh nguMazi weento zonke

❮ Previous Next ❯

ترجمة: جعل الله الكعبة البيت الحرام قياما للناس والشهر الحرام والهدي والقلائد ذلك, باللغة الكسوزا

﴿جعل الله الكعبة البيت الحرام قياما للناس والشهر الحرام والهدي والقلائد ذلك﴾ [المَائدة: 97]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek