×

Ke kaloku xa ubajongile wena imizimba yabo iya kuxolisa naxa bethetha uphulaphule 63:4 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Munafiqun ⮕ (63:4) ayat 4 in Xhosa

63:4 Surah Al-Munafiqun ayat 4 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Munafiqun ayat 4 - المُنَافِقُونَ - Page - Juz 28

﴿۞ وَإِذَا رَأَيۡتَهُمۡ تُعۡجِبُكَ أَجۡسَامُهُمۡۖ وَإِن يَقُولُواْ تَسۡمَعۡ لِقَوۡلِهِمۡۖ كَأَنَّهُمۡ خُشُبٞ مُّسَنَّدَةٞۖ يَحۡسَبُونَ كُلَّ صَيۡحَةٍ عَلَيۡهِمۡۚ هُمُ ٱلۡعَدُوُّ فَٱحۡذَرۡهُمۡۚ قَٰتَلَهُمُ ٱللَّهُۖ أَنَّىٰ يُؤۡفَكُونَ ﴾
[المُنَافِقُونَ: 4]

Ke kaloku xa ubajongile wena imizimba yabo iya kuxolisa naxa bethetha uphulaphule intetho yabo ibangathi zizijungqu zeenkuni ezimisiweyo. Bona bacinga ukuba lonke izwi elikhwazayo lichasene nabo. Balutshaba bona, balumkele ke wena. Wanga uAllâh Angabatshabalalisa, baqhatheke (baphuma) njani (eNdleleni)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا رأيتهم تعجبك أجسامهم وإن يقولوا تسمع لقولهم كأنهم خشب مسندة يحسبون, باللغة الكسوزا

﴿وإذا رأيتهم تعجبك أجسامهم وإن يقولوا تسمع لقولهم كأنهم خشب مسندة يحسبون﴾ [المُنَافِقُونَ: 4]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek