×

Ke kaloku kwabo bangasalindelekanga ukuya exesheni phakathi kwabafazi benu ukuba niyathandabuza, elabo 65:4 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah AT-Talaq ⮕ (65:4) ayat 4 in Xhosa

65:4 Surah AT-Talaq ayat 4 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah AT-Talaq ayat 4 - الطَّلَاق - Page - Juz 28

﴿وَٱلَّٰٓـِٔي يَئِسۡنَ مِنَ ٱلۡمَحِيضِ مِن نِّسَآئِكُمۡ إِنِ ٱرۡتَبۡتُمۡ فَعِدَّتُهُنَّ ثَلَٰثَةُ أَشۡهُرٖ وَٱلَّٰٓـِٔي لَمۡ يَحِضۡنَۚ وَأُوْلَٰتُ ٱلۡأَحۡمَالِ أَجَلُهُنَّ أَن يَضَعۡنَ حَمۡلَهُنَّۚ وَمَن يَتَّقِ ٱللَّهَ يَجۡعَل لَّهُۥ مِنۡ أَمۡرِهِۦ يُسۡرٗا ﴾
[الطَّلَاق: 4]

Ke kaloku kwabo bangasalindelekanga ukuya exesheni phakathi kwabafazi benu ukuba niyathandabuza, elabo ixesha ziinyanga ezintathu, kanti nakwabo bangekayi exesheni. Bona abo bamithiyo ixesha labo (lokulinda emva koqhawulo mtshato) kukuba bade bazale nabani na ke omoyikayo uAllâh, Uya kumenzela lula umcimbi wakhe

❮ Previous Next ❯

ترجمة: واللائي يئسن من المحيض من نسائكم إن ارتبتم فعدتهن ثلاثة أشهر واللائي, باللغة الكسوزا

﴿واللائي يئسن من المحيض من نسائكم إن ارتبتم فعدتهن ثلاثة أشهر واللائي﴾ [الطَّلَاق: 4]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek