×

Wabaxolela kananjalo nabanye abathathu15 (abaye basala ngasemva abaya edabini) emveni kokuba wathi 9:118 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah At-Taubah ⮕ (9:118) ayat 118 in Xhosa

9:118 Surah At-Taubah ayat 118 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah At-Taubah ayat 118 - التوبَة - Page - Juz 11

﴿وَعَلَى ٱلثَّلَٰثَةِ ٱلَّذِينَ خُلِّفُواْ حَتَّىٰٓ إِذَا ضَاقَتۡ عَلَيۡهِمُ ٱلۡأَرۡضُ بِمَا رَحُبَتۡ وَضَاقَتۡ عَلَيۡهِمۡ أَنفُسُهُمۡ وَظَنُّوٓاْ أَن لَّا مَلۡجَأَ مِنَ ٱللَّهِ إِلَّآ إِلَيۡهِ ثُمَّ تَابَ عَلَيۡهِمۡ لِيَتُوبُوٓاْۚ إِنَّ ٱللَّهَ هُوَ ٱلتَّوَّابُ ٱلرَّحِيمُ ﴾
[التوبَة: 118]

Wabaxolela kananjalo nabanye abathathu15 (abaye basala ngasemva abaya edabini) emveni kokuba wathi umhlaba ungaka ukuba banzi, wasuka wacutheka kubo, nabo buqu (baziva) becuthekile baqonda kananjalo okokuba akukho ukubaleka kuAllâh, kungekho lukhuseleko ngaphandle kolwaKhe. Wabaxolela ke khona ukuze bakwazi ukucela ukuxolelwa NguYe. Inene uAllâh nguYe Oxolelayo Amkele inguquko, nguSozinceba

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وعلى الثلاثة الذين خلفوا حتى إذا ضاقت عليهم الأرض بما رحبت وضاقت, باللغة الكسوزا

﴿وعلى الثلاثة الذين خلفوا حتى إذا ضاقت عليهم الأرض بما رحبت وضاقت﴾ [التوبَة: 118]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek