×

Kananjalo isibhengezo esivela kuAllâh noMthunywa waKhe ebantwini ngowona mhla mkhulu1 sesokuba uAllâh 9:3 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah At-Taubah ⮕ (9:3) ayat 3 in Xhosa

9:3 Surah At-Taubah ayat 3 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah At-Taubah ayat 3 - التوبَة - Page - Juz 10

﴿وَأَذَٰنٞ مِّنَ ٱللَّهِ وَرَسُولِهِۦٓ إِلَى ٱلنَّاسِ يَوۡمَ ٱلۡحَجِّ ٱلۡأَكۡبَرِ أَنَّ ٱللَّهَ بَرِيٓءٞ مِّنَ ٱلۡمُشۡرِكِينَ وَرَسُولُهُۥۚ فَإِن تُبۡتُمۡ فَهُوَ خَيۡرٞ لَّكُمۡۖ وَإِن تَوَلَّيۡتُمۡ فَٱعۡلَمُوٓاْ أَنَّكُمۡ غَيۡرُ مُعۡجِزِي ٱللَّهِۗ وَبَشِّرِ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ بِعَذَابٍ أَلِيمٍ ﴾
[التوبَة: 3]

Kananjalo isibhengezo esivela kuAllâh noMthunywa waKhe ebantwini ngowona mhla mkhulu1 sesokuba uAllâh Ukhululekile kwiimbophelelo ezimayela nabakhonzi bezithixo, ukwanjalo noMthunywa waKhe. Ukuba ke nina bakhonzi bezithixo niyaguquka, kolunga (oko) kuni, kodwa ukuba niyajibilika, yazini kakuhle okokuba anisokuze niphuncule kuAllâh. Ke kaloku (Muhammad) nika iindaba ezivuyisayo zesohlwayo esibuhlungu kwabo bangakholwayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وأذان من الله ورسوله إلى الناس يوم الحج الأكبر أن الله بريء, باللغة الكسوزا

﴿وأذان من الله ورسوله إلى الناس يوم الحج الأكبر أن الله بريء﴾ [التوبَة: 3]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek