×

Kananjalo uthi umntu esakufunyanwa bububi, (aqale) abize kuThi, engqengqe ngecala, ehleli phantsi 10:12 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Yunus ⮕ (10:12) ayat 12 in Xhosa

10:12 Surah Yunus ayat 12 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Yunus ayat 12 - يُونس - Page - Juz 11

﴿وَإِذَا مَسَّ ٱلۡإِنسَٰنَ ٱلضُّرُّ دَعَانَا لِجَنۢبِهِۦٓ أَوۡ قَاعِدًا أَوۡ قَآئِمٗا فَلَمَّا كَشَفۡنَا عَنۡهُ ضُرَّهُۥ مَرَّ كَأَن لَّمۡ يَدۡعُنَآ إِلَىٰ ضُرّٖ مَّسَّهُۥۚ كَذَٰلِكَ زُيِّنَ لِلۡمُسۡرِفِينَ مَا كَانُواْ يَعۡمَلُونَ ﴾
[يُونس: 12]

Kananjalo uthi umntu esakufunyanwa bububi, (aqale) abize kuThi, engqengqe ngecala, ehleli phantsi okanye emi (ngeenyawo). Kodwa Sithi Sisakubususa ububi obo kuye, asuke abe ngathi akhanga abize kuThi ngobubi obe bumfumene! Ke kaloku kwenziwe kwabonakala kukuhle kubenzi bobubi oko bakwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا مس الإنسان الضر دعانا لجنبه أو قاعدا أو قائما فلما كشفنا, باللغة الكسوزا

﴿وإذا مس الإنسان الضر دعانا لجنبه أو قاعدا أو قائما فلما كشفنا﴾ [يُونس: 12]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek