×

Bathi (abantakwaboYûsuf): “Ukuba uyeba, kwakukho omnye umntwakwabo owebayo ngaphambili (kunaye).” Kodwa izinto 12:77 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Yusuf ⮕ (12:77) ayat 77 in Xhosa

12:77 Surah Yusuf ayat 77 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Yusuf ayat 77 - يُوسُف - Page - Juz 13

﴿۞ قَالُوٓاْ إِن يَسۡرِقۡ فَقَدۡ سَرَقَ أَخٞ لَّهُۥ مِن قَبۡلُۚ فَأَسَرَّهَا يُوسُفُ فِي نَفۡسِهِۦ وَلَمۡ يُبۡدِهَا لَهُمۡۚ قَالَ أَنتُمۡ شَرّٞ مَّكَانٗاۖ وَٱللَّهُ أَعۡلَمُ بِمَا تَصِفُونَ ﴾
[يُوسُف: 77]

Bathi (abantakwaboYûsuf): “Ukuba uyeba, kwakukho omnye umntwakwabo owebayo ngaphambili (kunaye).” Kodwa izinto ezinjengezo uYûsuf wazigcina kuye entliziyweni, engavezi zimfihlelo kubo. Wathi entliziyweni yakhe: “Nina nikwimeko emaxongo ngakumbi, yaye uAllâh nguYe Onolwazi ngoko nikuchazayo!”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قالوا إن يسرق فقد سرق أخ له من قبل فأسرها يوسف في, باللغة الكسوزا

﴿قالوا إن يسرق فقد سرق أخ له من قبل فأسرها يوسف في﴾ [يُوسُف: 77]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek