×

Yena Uthumela amanzi emhlabeni evela esibhakabhakeni, neentili ziphuphuma ngokomlinganiselo wazo, kodwa isikhukulasonasenzaigwebueliphakamalibephezukomhlaba 13:17 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ar-Ra‘d ⮕ (13:17) ayat 17 in Xhosa

13:17 Surah Ar-Ra‘d ayat 17 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ar-Ra‘d ayat 17 - الرَّعد - Page - Juz 13

﴿أَنزَلَ مِنَ ٱلسَّمَآءِ مَآءٗ فَسَالَتۡ أَوۡدِيَةُۢ بِقَدَرِهَا فَٱحۡتَمَلَ ٱلسَّيۡلُ زَبَدٗا رَّابِيٗاۖ وَمِمَّا يُوقِدُونَ عَلَيۡهِ فِي ٱلنَّارِ ٱبۡتِغَآءَ حِلۡيَةٍ أَوۡ مَتَٰعٖ زَبَدٞ مِّثۡلُهُۥۚ كَذَٰلِكَ يَضۡرِبُ ٱللَّهُ ٱلۡحَقَّ وَٱلۡبَٰطِلَۚ فَأَمَّا ٱلزَّبَدُ فَيَذۡهَبُ جُفَآءٗۖ وَأَمَّا مَا يَنفَعُ ٱلنَّاسَ فَيَمۡكُثُ فِي ٱلۡأَرۡضِۚ كَذَٰلِكَ يَضۡرِبُ ٱللَّهُ ٱلۡأَمۡثَالَ ﴾
[الرَّعد: 17]

Yena Uthumela amanzi emhlabeni evela esibhakabhakeni, neentili ziphuphuma ngokomlinganiselo wazo, kodwa isikhukulasonasenzaigwebueliphakamalibephezukomhlaba kanti (nentsimbi ekrwada) leyo bayitshisayo emlilweni ukuze benze izihombiso, nezixhobo, ivelisa igwebu njengaso, (isikhukula). Wenza njalo ke uAllâh ukubonisa inyaniso nobuxoki. Ke lona igwebu liyahamba limke ngamanxweme, lo gama oko kuluncedo eluntwini kushiyeka emhlabeni. Uyibeka ngolo hlobo ke uAllâh imizekeliso

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أنـزل من السماء ماء فسالت أودية بقدرها فاحتمل السيل زبدا رابيا ومما, باللغة الكسوزا

﴿أنـزل من السماء ماء فسالت أودية بقدرها فاحتمل السيل زبدا رابيا ومما﴾ [الرَّعد: 17]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek