×

UAllâh nguloWo Waphakamisa amazulu ngaphandle kweentsika eninokuzibona. Waza Wanyukela ngentla kweTrone. Yena 13:2 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ar-Ra‘d ⮕ (13:2) ayat 2 in Xhosa

13:2 Surah Ar-Ra‘d ayat 2 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ar-Ra‘d ayat 2 - الرَّعد - Page - Juz 13

﴿ٱللَّهُ ٱلَّذِي رَفَعَ ٱلسَّمَٰوَٰتِ بِغَيۡرِ عَمَدٖ تَرَوۡنَهَاۖ ثُمَّ ٱسۡتَوَىٰ عَلَى ٱلۡعَرۡشِۖ وَسَخَّرَ ٱلشَّمۡسَ وَٱلۡقَمَرَۖ كُلّٞ يَجۡرِي لِأَجَلٖ مُّسَمّٗىۚ يُدَبِّرُ ٱلۡأَمۡرَ يُفَصِّلُ ٱلۡأٓيَٰتِ لَعَلَّكُم بِلِقَآءِ رَبِّكُمۡ تُوقِنُونَ ﴾
[الرَّعد: 2]

UAllâh nguloWo Waphakamisa amazulu ngaphandle kweentsika eninokuzibona. Waza Wanyukela ngentla kweTrone. Yena Wenze ilanga nenyanga ukuba nganye kuzo ijikeleze kweyayo indlela isithuba sexesha elimisiweyo. Yena Ulungelelanisa, Alawule izinto zonke, Acacise iiVesi ngokwengcombolo, khon’ukuze nikholwe ngokuqinisekileyo kwindibano (yenu) neNkosi yenu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الله الذي رفع السموات بغير عمد ترونها ثم استوى على العرش وسخر, باللغة الكسوزا

﴿الله الذي رفع السموات بغير عمد ترونها ثم استوى على العرش وسخر﴾ [الرَّعد: 2]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek