×

Nawuphi na (umntu) oye wangakholwa kuAllâh emva kokukholwa, ngaphandle kwalowo uye wanyanzelwa 16:106 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:106) ayat 106 in Xhosa

16:106 Surah An-Nahl ayat 106 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 106 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿مَن كَفَرَ بِٱللَّهِ مِنۢ بَعۡدِ إِيمَٰنِهِۦٓ إِلَّا مَنۡ أُكۡرِهَ وَقَلۡبُهُۥ مُطۡمَئِنُّۢ بِٱلۡإِيمَٰنِ وَلَٰكِن مَّن شَرَحَ بِٱلۡكُفۡرِ صَدۡرٗا فَعَلَيۡهِمۡ غَضَبٞ مِّنَ ٱللَّهِ وَلَهُمۡ عَذَابٌ عَظِيمٞ ﴾
[النَّحل: 106]

Nawuphi na (umntu) oye wangakholwa kuAllâh emva kokukholwa, ngaphandle kwalowo uye wanyanzelwa ukuba enze njalo ibe intliziyo yakhe isahleli elukholweni, kodwa bona abo bavula iintliziyo zabo bazivulele ukungakholwa, phezu kwabo yingqumbo ka-Allâh yaye okwabo iya kuba sisohlwayo esikhulu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: من كفر بالله من بعد إيمانه إلا من أكره وقلبه مطمئن بالإيمان, باللغة الكسوزا

﴿من كفر بالله من بعد إيمانه إلا من أكره وقلبه مطمئن بالإيمان﴾ [النَّحل: 106]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek