×

Okanye (nibe) yiyo nantoni na edaliweyo (eqine ngakumbi) ezintliziyweni (ngokweengcinga) zenu,” Baza 17:51 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Isra’ ⮕ (17:51) ayat 51 in Xhosa

17:51 Surah Al-Isra’ ayat 51 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Isra’ ayat 51 - الإسرَاء - Page - Juz 15

﴿أَوۡ خَلۡقٗا مِّمَّا يَكۡبُرُ فِي صُدُورِكُمۡۚ فَسَيَقُولُونَ مَن يُعِيدُنَاۖ قُلِ ٱلَّذِي فَطَرَكُمۡ أَوَّلَ مَرَّةٖۚ فَسَيُنۡغِضُونَ إِلَيۡكَ رُءُوسَهُمۡ وَيَقُولُونَ مَتَىٰ هُوَۖ قُلۡ عَسَىٰٓ أَن يَكُونَ قَرِيبٗا ﴾
[الإسرَاء: 51]

Okanye (nibe) yiyo nantoni na edaliweyo (eqine ngakumbi) ezintliziyweni (ngokweengcinga) zenu,” Baza kuphinda bathi kwakhona: “Ngubani oza kuphinda asibuyisele (ebomini)?” Yithi: “NguYe Owanidalayo ekuqaleni!” Emva koko baza kuhlunguzela iintloko zabo kuwe bathi: “Iza kuba nini loo nto?” Yithi wena: “Mhlawumbi seyikufuphi!”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أو خلقا مما يكبر في صدوركم فسيقولون من يعيدنا قل الذي فطركم, باللغة الكسوزا

﴿أو خلقا مما يكبر في صدوركم فسيقولون من يعيدنا قل الذي فطركم﴾ [الإسرَاء: 51]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek