×

Kuba nasiphi na isizwe sinecala esijongisa kulo (xa sithandazayo), ke ngoko khawulezisani 2:148 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:148) ayat 148 in Xhosa

2:148 Surah Al-Baqarah ayat 148 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 148 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَلِكُلّٖ وِجۡهَةٌ هُوَ مُوَلِّيهَاۖ فَٱسۡتَبِقُواْ ٱلۡخَيۡرَٰتِۚ أَيۡنَ مَا تَكُونُواْ يَأۡتِ بِكُمُ ٱللَّهُ جَمِيعًاۚ إِنَّ ٱللَّهَ عَلَىٰ كُلِّ شَيۡءٖ قَدِيرٞ ﴾
[البَقَرَة: 148]

Kuba nasiphi na isizwe sinecala esijongisa kulo (xa sithandazayo), ke ngoko khawulezisani ukwenza konke okulungileyo. Nokuba niphi na apho nikhoyo. UAllâh Uya Kunidibanisa ndawonye nonke (ngoMhla wokuGqibela). Inene uAllâh Unamandla okwenza izinto zonke

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولكل وجهة هو موليها فاستبقوا الخيرات أين ما تكونوا يأت بكم الله, باللغة الكسوزا

﴿ولكل وجهة هو موليها فاستبقوا الخيرات أين ما تكونوا يأت بكم الله﴾ [البَقَرَة: 148]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek