×

Kugcineni ukuzila ixesha eliziintsuku eziliqela ezimiselweyo, kodwa ukuba ubani kuni uye wagula 2:184 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:184) ayat 184 in Xhosa

2:184 Surah Al-Baqarah ayat 184 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 184 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿أَيَّامٗا مَّعۡدُودَٰتٖۚ فَمَن كَانَ مِنكُم مَّرِيضًا أَوۡ عَلَىٰ سَفَرٖ فَعِدَّةٞ مِّنۡ أَيَّامٍ أُخَرَۚ وَعَلَى ٱلَّذِينَ يُطِيقُونَهُۥ فِدۡيَةٞ طَعَامُ مِسۡكِينٖۖ فَمَن تَطَوَّعَ خَيۡرٗا فَهُوَ خَيۡرٞ لَّهُۥۚ وَأَن تَصُومُواْ خَيۡرٞ لَّكُمۡ إِن كُنتُمۡ تَعۡلَمُونَ ﴾
[البَقَرَة: 184]

Kugcineni ukuzila ixesha eliziintsuku eziliqela ezimiselweyo, kodwa ukuba ubani kuni uye wagula okanye abe seluhambeni, ezo ntsuku aziphosileyo kofuneka aphinde azizile kwakhona. Ke kwabo bathi bazile phantsi kobunzima61 kukubo ukuba bakhethe ukuzila okanye bondle amahlwempu. Ke lowo wenza ubulungisa ngokuzithandela, kolunga kakhulu kuye. Ukuzila yeyona nto ilungileyo kuni ukuba benisazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أياما معدودات فمن كان منكم مريضا أو على سفر فعدة من أيام, باللغة الكسوزا

﴿أياما معدودات فمن كان منكم مريضا أو على سفر فعدة من أيام﴾ [البَقَرَة: 184]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek