×

IHajji ikwiinyanga ezaziwayo nabani na ke ngoko ozimisele ukwenza iHajji makangabelani ngesondo, 2:197 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:197) ayat 197 in Xhosa

2:197 Surah Al-Baqarah ayat 197 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 197 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿ٱلۡحَجُّ أَشۡهُرٞ مَّعۡلُومَٰتٞۚ فَمَن فَرَضَ فِيهِنَّ ٱلۡحَجَّ فَلَا رَفَثَ وَلَا فُسُوقَ وَلَا جِدَالَ فِي ٱلۡحَجِّۗ وَمَا تَفۡعَلُواْ مِنۡ خَيۡرٖ يَعۡلَمۡهُ ٱللَّهُۗ وَتَزَوَّدُواْ فَإِنَّ خَيۡرَ ٱلزَّادِ ٱلتَّقۡوَىٰۖ وَٱتَّقُونِ يَٰٓأُوْلِي ٱلۡأَلۡبَٰبِ ﴾
[البَقَرَة: 197]

IHajji ikwiinyanga ezaziwayo nabani na ke ngoko ozimisele ukwenza iHajji makangabelani ngesondo, angenzi sono, angaxambulisani (namntu) ngokungeyomfuneko ngexesha ekwiHajji. Ke kaloku nayiphi na into elungileyo enithi niyenze, uAllâh Uyayazi. Ziphatheleni umphako wohambo, kodwa owona mphako ulungileyo bubunyulu ngoko ke yoyikani Mna, Hini na nina bantu baziingqondi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الحج أشهر معلومات فمن فرض فيهن الحج فلا رفث ولا فسوق ولا, باللغة الكسوزا

﴿الحج أشهر معلومات فمن فرض فيهن الحج فلا رفث ولا فسوق ولا﴾ [البَقَرَة: 197]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek