×

Xa ke indoda iqhawule umtshato (izihlandlo ezithathu), akuyi kuba lilungelo ukuba abe 2:230 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:230) ayat 230 in Xhosa

2:230 Surah Al-Baqarah ayat 230 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 230 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿فَإِن طَلَّقَهَا فَلَا تَحِلُّ لَهُۥ مِنۢ بَعۡدُ حَتَّىٰ تَنكِحَ زَوۡجًا غَيۡرَهُۥۗ فَإِن طَلَّقَهَا فَلَا جُنَاحَ عَلَيۡهِمَآ أَن يَتَرَاجَعَآ إِن ظَنَّآ أَن يُقِيمَا حُدُودَ ٱللَّهِۗ وَتِلۡكَ حُدُودُ ٱللَّهِ يُبَيِّنُهَا لِقَوۡمٖ يَعۡلَمُونَ ﴾
[البَقَرَة: 230]

Xa ke indoda iqhawule umtshato (izihlandlo ezithathu), akuyi kuba lilungelo ukuba abe ngumfazi wakhe kwakhona de atshatele kwenye indoda. Ukuba ke loo ndoda iye yaqhawula umtshato naye, akuyi kuba sisono kubo bobabini ukuba baphinde babuyelane (nendoda yakhe yokuqala), ukuba phofu baziva benokukwazi ukugcina imiqathango ebekwe nguAllâh. Le yimiqathango ebekwe nguAllâh, Ayenze yacaca kubantu abanolwazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فإن طلقها فلا تحل له من بعد حتى تنكح زوجا غيره فإن, باللغة الكسوزا

﴿فإن طلقها فلا تحل له من بعد حتى تنكح زوجا غيره فإن﴾ [البَقَرَة: 230]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek