×

Xa niwuqhawule umtshato nabafazi (benu), beligqibile nexesha labo (lokulinda) elibekiweyo; ningaphinda nibathathe 2:231 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:231) ayat 231 in Xhosa

2:231 Surah Al-Baqarah ayat 231 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 231 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَإِذَا طَلَّقۡتُمُ ٱلنِّسَآءَ فَبَلَغۡنَ أَجَلَهُنَّ فَأَمۡسِكُوهُنَّ بِمَعۡرُوفٍ أَوۡ سَرِّحُوهُنَّ بِمَعۡرُوفٖۚ وَلَا تُمۡسِكُوهُنَّ ضِرَارٗا لِّتَعۡتَدُواْۚ وَمَن يَفۡعَلۡ ذَٰلِكَ فَقَدۡ ظَلَمَ نَفۡسَهُۥۚ وَلَا تَتَّخِذُوٓاْ ءَايَٰتِ ٱللَّهِ هُزُوٗاۚ وَٱذۡكُرُواْ نِعۡمَتَ ٱللَّهِ عَلَيۡكُمۡ وَمَآ أَنزَلَ عَلَيۡكُم مِّنَ ٱلۡكِتَٰبِ وَٱلۡحِكۡمَةِ يَعِظُكُم بِهِۦۚ وَٱتَّقُواْ ٱللَّهَ وَٱعۡلَمُوٓاْ أَنَّ ٱللَّهَ بِكُلِّ شَيۡءٍ عَلِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 231]

Xa niwuqhawule umtshato nabafazi (benu), beligqibile nexesha labo (lokulinda) elibekiweyo; ningaphinda nibathathe kwakhona ngemvisiswano okanye nibakhulule ngesihle. Kodwa ke ningabathathi kwakhona nibathathela ukubangcungcuthekisa, nabani na owenze loo nto, uya kuba uwonile umphefumlo wakhe. Kananjalo ningathabathi (imithetho) ka-Allâh njengento yokudlala, koko khumbulani iziBele zika-Allâh Anenzele zona noko Anithumelele kona kwisiBhalo (i’Kur`ân) nobulumko Anifundisa ngabo. Yaye Moyikeni uAllâh nazi kananjalo okokuba uAllâh Wazi zonke izinto

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا طلقتم النساء فبلغن أجلهن فأمسكوهن بمعروف أو سرحوهن بمعروف ولا تمسكوهن, باللغة الكسوزا

﴿وإذا طلقتم النساء فبلغن أجلهن فأمسكوهن بمعروف أو سرحوهن بمعروف ولا تمسكوهن﴾ [البَقَرَة: 231]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek