×

Uqhawulo mtshato lwenziwa kabini, emva koko, ungamgcina (uhlale naye) ngendlela enemvisiswano okanye 2:229 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:229) ayat 229 in Xhosa

2:229 Surah Al-Baqarah ayat 229 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 229 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿ٱلطَّلَٰقُ مَرَّتَانِۖ فَإِمۡسَاكُۢ بِمَعۡرُوفٍ أَوۡ تَسۡرِيحُۢ بِإِحۡسَٰنٖۗ وَلَا يَحِلُّ لَكُمۡ أَن تَأۡخُذُواْ مِمَّآ ءَاتَيۡتُمُوهُنَّ شَيۡـًٔا إِلَّآ أَن يَخَافَآ أَلَّا يُقِيمَا حُدُودَ ٱللَّهِۖ فَإِنۡ خِفۡتُمۡ أَلَّا يُقِيمَا حُدُودَ ٱللَّهِ فَلَا جُنَاحَ عَلَيۡهِمَا فِيمَا ٱفۡتَدَتۡ بِهِۦۗ تِلۡكَ حُدُودُ ٱللَّهِ فَلَا تَعۡتَدُوهَاۚ وَمَن يَتَعَدَّ حُدُودَ ٱللَّهِ فَأُوْلَٰٓئِكَ هُمُ ٱلظَّٰلِمُونَ ﴾
[البَقَرَة: 229]

Uqhawulo mtshato lwenziwa kabini, emva koko, ungamgcina (uhlale naye) ngendlela enemvisiswano okanye umkhulule ngesihle. Kodwa akuvumelekanga (kumadoda) ukuba ahluthe nayiphi na inxalenye yeMahr72 enibanike yona ngaphandle kokuba amacala omabini oyikisela ukungayithobeli imiqathango ebekwe nguAllâh, akuyi kubakho sono nakuwuphi na kubo bobabini, ukuba lo wasetyhini uyayibuyisela (kwakumniniyo iMahr (okanye inxalenye yayo). Le yimiqathango ebekwe nguAllâh, ke musani ukuyitsiba. Nawuphi na otsiba imiqathango ebekwe nguAllâh, abanjalo ngabenzi bobubi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الطلاق مرتان فإمساك بمعروف أو تسريح بإحسان ولا يحل لكم أن تأخذوا, باللغة الكسوزا

﴿الطلاق مرتان فإمساك بمعروف أو تسريح بإحسان ولا يحل لكم أن تأخذوا﴾ [البَقَرَة: 229]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek