×

Abo baProfeti! Sakhetha abanye babo kunabanye, Kwabanye uAllâh Wathetha nabo (ngqo); abanye 2:253 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:253) ayat 253 in Xhosa

2:253 Surah Al-Baqarah ayat 253 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 253 - البَقَرَة - Page - Juz 3

﴿۞ تِلۡكَ ٱلرُّسُلُ فَضَّلۡنَا بَعۡضَهُمۡ عَلَىٰ بَعۡضٖۘ مِّنۡهُم مَّن كَلَّمَ ٱللَّهُۖ وَرَفَعَ بَعۡضَهُمۡ دَرَجَٰتٖۚ وَءَاتَيۡنَا عِيسَى ٱبۡنَ مَرۡيَمَ ٱلۡبَيِّنَٰتِ وَأَيَّدۡنَٰهُ بِرُوحِ ٱلۡقُدُسِۗ وَلَوۡ شَآءَ ٱللَّهُ مَا ٱقۡتَتَلَ ٱلَّذِينَ مِنۢ بَعۡدِهِم مِّنۢ بَعۡدِ مَا جَآءَتۡهُمُ ٱلۡبَيِّنَٰتُ وَلَٰكِنِ ٱخۡتَلَفُواْ فَمِنۡهُم مَّنۡ ءَامَنَ وَمِنۡهُم مَّن كَفَرَۚ وَلَوۡ شَآءَ ٱللَّهُ مَا ٱقۡتَتَلُواْ وَلَٰكِنَّ ٱللَّهَ يَفۡعَلُ مَا يُرِيدُ ﴾
[البَقَرَة: 253]

Abo baProfeti! Sakhetha abanye babo kunabanye, Kwabanye uAllâh Wathetha nabo (ngqo); abanye Wabanyusa baba kumabakala (entlonipheko); kanti u’Isâ (uYesu) unyana kaMaryam (uMariya), Samnika imiqondiso nobungqina, Samxhasa ngoMoya oyiNgcwele. Ukuba uAllâh Wayethandile, izizukulwana ezalandela emva (koko) ngekuba azizanga zilwe zodwa, emva kokuba iiVesi ezicacileyo zika- Allâh zazisele zifikile kubo, kodwa baya baba nezahlukano Abanye babo bakholwa abanye babo abakholwa. Ukuba uAllâh Wayethandile ngebengazanga balwe kodwa uAllâh Wenza oko Athande ukwenza

❮ Previous Next ❯

ترجمة: تلك الرسل فضلنا بعضهم على بعض منهم من كلم الله ورفع بعضهم, باللغة الكسوزا

﴿تلك الرسل فضلنا بعضهم على بعض منهم من كلم الله ورفع بعضهم﴾ [البَقَرَة: 253]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek