×

UAllâh! Akukho thixo (wumbi) ngaphandle kwaKhe, Uphila ngonaphakade, UnguMondli noMlondolozi wako konke 2:255 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:255) ayat 255 in Xhosa

2:255 Surah Al-Baqarah ayat 255 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 255 - البَقَرَة - Page - Juz 3

﴿ٱللَّهُ لَآ إِلَٰهَ إِلَّا هُوَ ٱلۡحَيُّ ٱلۡقَيُّومُۚ لَا تَأۡخُذُهُۥ سِنَةٞ وَلَا نَوۡمٞۚ لَّهُۥ مَا فِي ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَمَا فِي ٱلۡأَرۡضِۗ مَن ذَا ٱلَّذِي يَشۡفَعُ عِندَهُۥٓ إِلَّا بِإِذۡنِهِۦۚ يَعۡلَمُ مَا بَيۡنَ أَيۡدِيهِمۡ وَمَا خَلۡفَهُمۡۖ وَلَا يُحِيطُونَ بِشَيۡءٖ مِّنۡ عِلۡمِهِۦٓ إِلَّا بِمَا شَآءَۚ وَسِعَ كُرۡسِيُّهُ ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَٱلۡأَرۡضَۖ وَلَا يَـُٔودُهُۥ حِفۡظُهُمَاۚ وَهُوَ ٱلۡعَلِيُّ ٱلۡعَظِيمُ ﴾
[البَقَرَة: 255]

UAllâh! Akukho thixo (wumbi) ngaphandle kwaKhe, Uphila ngonaphakade, UnguMondli noMlondolozi wako konke okukhoyo. Akukho kozela nakulala kuMfumanayo Yena. Konke okusemazulwini nasemhlabeni kokwaKhe. Ngubani na onokuMcenga kungengamvume yaKhe? Uyakwazi okuqhubekayo phambi [kwezidalwa zaKhe (kweli hlabathi)] nokuza kuqhubeka emva kwazo (kuBomi Obuzayo). Akukho nto abanokuyiqulatha elulwazi lwaKhe ngaphandle koko Athande (ukuba bakwazi). IsiHlalo78 SaKhe songamele amazulu nomhlaba, kwaye Akava kudinwa ekuwagcineni (amazulu nomhlaba) nasekuwalondolozeni, Yaye Uphakamile Yena, Mkhulu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الله لا إله إلا هو الحي القيوم لا تأخذه سنة ولا نوم, باللغة الكسوزا

﴿الله لا إله إلا هو الحي القيوم لا تأخذه سنة ولا نوم﴾ [البَقَرَة: 255]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek