×

Yabonani uIbrâhîmwathi:“Nkosiyamkhawundiboniseindlela Ovusa ngayo abafileyo”. Wathi (uAllâh): “Ingaba awukholwa na?” Wathi yena: 2:260 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:260) ayat 260 in Xhosa

2:260 Surah Al-Baqarah ayat 260 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 260 - البَقَرَة - Page - Juz 3

﴿وَإِذۡ قَالَ إِبۡرَٰهِـۧمُ رَبِّ أَرِنِي كَيۡفَ تُحۡيِ ٱلۡمَوۡتَىٰۖ قَالَ أَوَلَمۡ تُؤۡمِنۖ قَالَ بَلَىٰ وَلَٰكِن لِّيَطۡمَئِنَّ قَلۡبِيۖ قَالَ فَخُذۡ أَرۡبَعَةٗ مِّنَ ٱلطَّيۡرِ فَصُرۡهُنَّ إِلَيۡكَ ثُمَّ ٱجۡعَلۡ عَلَىٰ كُلِّ جَبَلٖ مِّنۡهُنَّ جُزۡءٗا ثُمَّ ٱدۡعُهُنَّ يَأۡتِينَكَ سَعۡيٗاۚ وَٱعۡلَمۡ أَنَّ ٱللَّهَ عَزِيزٌ حَكِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 260]

Yabonani uIbrâhîmwathi:“Nkosiyamkhawundiboniseindlela Ovusa ngayo abafileyo”. Wathi (uAllâh): “Ingaba awukholwa na?” Wathi yena: “Ewe (ndiyakholwa) kodwa ndifuna ukuba ndomelele elukholweni”. Wathi Yena: “Thabatha iintaka zibe ne, uzibizele kuwe (uze uzixhele, uzinqunqe zibe zizicwibi) wakugqiba ubeke izicwibi zazo kwiinduli zonke, wakugqiba uzibize, ziya kuza kuwe zingxamile, uya kwazi ke wena okokuba uAllâh nguSomandla, uSobulumko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذ قال إبراهيم رب أرني كيف تحي الموتى قال أو لم تؤمن, باللغة الكسوزا

﴿وإذ قال إبراهيم رب أرني كيف تحي الموتى قال أو لم تؤمن﴾ [البَقَرَة: 260]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek