×

Okanye njengalowo (wayehamba) wadlula ngakwenye idolophu, yabe iwile, ilele, amaphahla (ezakhiwo zayo) 2:259 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:259) ayat 259 in Xhosa

2:259 Surah Al-Baqarah ayat 259 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 259 - البَقَرَة - Page - Juz 3

﴿أَوۡ كَٱلَّذِي مَرَّ عَلَىٰ قَرۡيَةٖ وَهِيَ خَاوِيَةٌ عَلَىٰ عُرُوشِهَا قَالَ أَنَّىٰ يُحۡيِۦ هَٰذِهِ ٱللَّهُ بَعۡدَ مَوۡتِهَاۖ فَأَمَاتَهُ ٱللَّهُ مِاْئَةَ عَامٖ ثُمَّ بَعَثَهُۥۖ قَالَ كَمۡ لَبِثۡتَۖ قَالَ لَبِثۡتُ يَوۡمًا أَوۡ بَعۡضَ يَوۡمٖۖ قَالَ بَل لَّبِثۡتَ مِاْئَةَ عَامٖ فَٱنظُرۡ إِلَىٰ طَعَامِكَ وَشَرَابِكَ لَمۡ يَتَسَنَّهۡۖ وَٱنظُرۡ إِلَىٰ حِمَارِكَ وَلِنَجۡعَلَكَ ءَايَةٗ لِّلنَّاسِۖ وَٱنظُرۡ إِلَى ٱلۡعِظَامِ كَيۡفَ نُنشِزُهَا ثُمَّ نَكۡسُوهَا لَحۡمٗاۚ فَلَمَّا تَبَيَّنَ لَهُۥ قَالَ أَعۡلَمُ أَنَّ ٱللَّهَ عَلَىٰ كُلِّ شَيۡءٖ قَدِيرٞ ﴾
[البَقَرَة: 259]

Okanye njengalowo (wayehamba) wadlula ngakwenye idolophu, yabe iwile, ilele, amaphahla (ezakhiwo zayo) ephantsi.Wathi yena: “O bethu! Ingaba uAllâh Uza kuyivusa kanjani emveni kokuba idilike (yanje)”? Waza uAllâh Wenza yena ukuba afe iminyaka elikhulu, Waphinda Wamvusa (kwakhona). Wathi kuye: “Lingakanani na ithuba (ufile)”? Yaphendula (le ndoda): “Mhlawumbi ibe yimini (enye) okanye inxalenye yemini”. Wathi Yena: “Nakanye, wena ube (ufile) iminyaka elikhulu, jonga ukutya kwakho nesiselo sakho azibonakalisi nguqu; ujonge ne-esile lakho! Ngoko ke Senze umqondiso ngawe ebantwini, jonga amathambo, okokuba Siwahlanganisa kanjani na Siwambese isikhumba.” Kwathi oko kusakuba kubonakalisiwe ngokucacileyo kuye, wathi yena: “Ndiyazi (ngoku) okokuba uAllâh Uyakwazi ukwenza izinto zonke.”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أو كالذي مر على قرية وهي خاوية على عروشها قال أنى يحيي, باللغة الكسوزا

﴿أو كالذي مر على قرية وهي خاوية على عروشها قال أنى يحيي﴾ [البَقَرَة: 259]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek