×

Ke kaloku iinkamela neenkomo Sizonyulele nina njengeminye yemiqondiso ka-Allâh; kuzo apho kukho 22:36 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:36) ayat 36 in Xhosa

22:36 Surah Al-hajj ayat 36 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 36 - الحج - Page - Juz 17

﴿وَٱلۡبُدۡنَ جَعَلۡنَٰهَا لَكُم مِّن شَعَٰٓئِرِ ٱللَّهِ لَكُمۡ فِيهَا خَيۡرٞۖ فَٱذۡكُرُواْ ٱسۡمَ ٱللَّهِ عَلَيۡهَا صَوَآفَّۖ فَإِذَا وَجَبَتۡ جُنُوبُهَا فَكُلُواْ مِنۡهَا وَأَطۡعِمُواْ ٱلۡقَانِعَ وَٱلۡمُعۡتَرَّۚ كَذَٰلِكَ سَخَّرۡنَٰهَا لَكُمۡ لَعَلَّكُمۡ تَشۡكُرُونَ ﴾
[الحج: 36]

Ke kaloku iinkamela neenkomo Sizonyulele nina njengeminye yemiqondiso ka-Allâh; kuzo apho kukho okulungileyo. Ngoko ke khankanyani igama lika-Allâh phezu kwazo xa zidweliselwe (ukunikezelwa); naxa sele zifile zilele ngamacala azo, yidlani ke kuzo, nondle nabasweleyo nongqibayo. Ngolo hlobo ke Sizenze zaba phantsi kwenu khona ukuze nibe nombulelo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والبدن جعلناها لكم من شعائر الله لكم فيها خير فاذكروا اسم الله, باللغة الكسوزا

﴿والبدن جعلناها لكم من شعائر الله لكم فيها خير فاذكروا اسم الله﴾ [الحج: 36]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek