×

Owasetyhini (ongatshatanga) okanye oyindoda (ongatshanga). Ofunyenwe enetyala lokwabelana ngesondo, mtywatyusheni ngamnye kubo 24:2 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nur ⮕ (24:2) ayat 2 in Xhosa

24:2 Surah An-Nur ayat 2 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nur ayat 2 - النور - Page - Juz 18

﴿ٱلزَّانِيَةُ وَٱلزَّانِي فَٱجۡلِدُواْ كُلَّ وَٰحِدٖ مِّنۡهُمَا مِاْئَةَ جَلۡدَةٖۖ وَلَا تَأۡخُذۡكُم بِهِمَا رَأۡفَةٞ فِي دِينِ ٱللَّهِ إِن كُنتُمۡ تُؤۡمِنُونَ بِٱللَّهِ وَٱلۡيَوۡمِ ٱلۡأٓخِرِۖ وَلۡيَشۡهَدۡ عَذَابَهُمَا طَآئِفَةٞ مِّنَ ٱلۡمُؤۡمِنِينَ ﴾
[النور: 2]

Owasetyhini (ongatshatanga) okanye oyindoda (ongatshanga). Ofunyenwe enetyala lokwabelana ngesondo, mtywatyusheni ngamnye kubo bobabini imivumbo elikhulu, kananjalo ningathatyathwa lusizi ngabo enkolweni ka- Allâh ukuba ngaba phofu niyakholwa kuAllâh nakwiMini yokuGqibela. Kananjalo makubekho iqela lamakholwa aza kuba ngamangqina ngesohlwayo sabo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الزانية والزاني فاجلدوا كل واحد منهما مائة جلدة ولا تأخذكم بهما رأفة, باللغة الكسوزا

﴿الزانية والزاني فاجلدوا كل واحد منهما مائة جلدة ولا تأخذكم بهما رأفة﴾ [النور: 2]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek