×

Yena Wadala amazulu ngaphandle kweentsika eninokuzibona Waza Wamilisela iintaba eziqinileyo emhlabeni, (kuba) 31:10 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Luqman ⮕ (31:10) ayat 10 in Xhosa

31:10 Surah Luqman ayat 10 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Luqman ayat 10 - لُقمَان - Page - Juz 21

﴿خَلَقَ ٱلسَّمَٰوَٰتِ بِغَيۡرِ عَمَدٖ تَرَوۡنَهَاۖ وَأَلۡقَىٰ فِي ٱلۡأَرۡضِ رَوَٰسِيَ أَن تَمِيدَ بِكُمۡ وَبَثَّ فِيهَا مِن كُلِّ دَآبَّةٖۚ وَأَنزَلۡنَا مِنَ ٱلسَّمَآءِ مَآءٗ فَأَنۢبَتۡنَا فِيهَا مِن كُلِّ زَوۡجٖ كَرِيمٍ ﴾
[لُقمَان: 10]

Yena Wadala amazulu ngaphandle kweentsika eninokuzibona Waza Wamilisela iintaba eziqinileyo emhlabeni, (kuba) hleze (umhlaba) uhexahexe nani, Waza Wenza kwesaa (inzala) yezidalwa zonke. Kananjalo Sithulula imvula ivela esibhakabhakeni, Senze kukhule ngayo apho (izityalo) zayo yonke intlobo yendalo exabisekileyo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: خلق السموات بغير عمد ترونها وألقى في الأرض رواسي أن تميد بكم, باللغة الكسوزا

﴿خلق السموات بغير عمد ترونها وألقى في الأرض رواسي أن تميد بكم﴾ [لُقمَان: 10]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek