×

Ingaba lowo uzenzo zakhe ezingcolileyo zenziwe zaba nomtsalane (kuye), ukuze acinge ukuba 35:8 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah FaTir ⮕ (35:8) ayat 8 in Xhosa

35:8 Surah FaTir ayat 8 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah FaTir ayat 8 - فَاطِر - Page - Juz 22

﴿أَفَمَن زُيِّنَ لَهُۥ سُوٓءُ عَمَلِهِۦ فَرَءَاهُ حَسَنٗاۖ فَإِنَّ ٱللَّهَ يُضِلُّ مَن يَشَآءُ وَيَهۡدِي مَن يَشَآءُۖ فَلَا تَذۡهَبۡ نَفۡسُكَ عَلَيۡهِمۡ حَسَرَٰتٍۚ إِنَّ ٱللَّهَ عَلِيمُۢ بِمَا يَصۡنَعُونَ ﴾
[فَاطِر: 8]

Ingaba lowo uzenzo zakhe ezingcolileyo zenziwe zaba nomtsalane (kuye), ukuze acinge ukuba zilungile? (uyafana na nalowo ukhokelekileyo)? Kanti ke uAllâh UYekela ekulahlekeni lowo Athandileyo Aze akhokele lowo Athandileyo. Ngoko Ke musani ukuvumela intshabalalo yenu ngenxa yazo (izenzo zenu) nize nizisole. Inene uAllâh Uyakwazi oko bakwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أفمن زين له سوء عمله فرآه حسنا فإن الله يضل من يشاء, باللغة الكسوزا

﴿أفمن زين له سوء عمله فرآه حسنا فإن الله يضل من يشاء﴾ [فَاطِر: 8]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek