×

Anisokuze nikwazi ukwenza ubulungisa obufezekileyo kubafazi benu enokuba ningada ninqwenele ukwenza oko 4:129 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nisa’ ⮕ (4:129) ayat 129 in Xhosa

4:129 Surah An-Nisa’ ayat 129 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nisa’ ayat 129 - النِّسَاء - Page - Juz 5

﴿وَلَن تَسۡتَطِيعُوٓاْ أَن تَعۡدِلُواْ بَيۡنَ ٱلنِّسَآءِ وَلَوۡ حَرَصۡتُمۡۖ فَلَا تَمِيلُواْ كُلَّ ٱلۡمَيۡلِ فَتَذَرُوهَا كَٱلۡمُعَلَّقَةِۚ وَإِن تُصۡلِحُواْ وَتَتَّقُواْ فَإِنَّ ٱللَّهَ كَانَ غَفُورٗا رَّحِيمٗا ﴾
[النِّسَاء: 129]

Anisokuze nikwazi ukwenza ubulungisa obufezekileyo kubafazi benu enokuba ningada ninqwenele ukwenza oko ngenzondelelo engakanani na, ke musani ukutyekela kakhulu ngakomnye kubo (nibayeke abanye bengahoyekanga) kanti ke ukuba nenza ubulungisa, nenze konke okulungileyo, noyike uAllâh ngokuzigcina kude kwizinto ezigwenxa, uAllâh nguMxoleli, uSozinceba

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولن تستطيعوا أن تعدلوا بين النساء ولو حرصتم فلا تميلوا كل الميل, باللغة الكسوزا

﴿ولن تستطيعوا أن تعدلوا بين النساء ولو حرصتم فلا تميلوا كل الميل﴾ [النِّسَاء: 129]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek