×

Ke kaloku indoda ekholwayo yakuloFir’awn eyayilufihlile ukholo lwayo, yathi: “Ingaba uza kubulala 40:28 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ghafir ⮕ (40:28) ayat 28 in Xhosa

40:28 Surah Ghafir ayat 28 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ghafir ayat 28 - غَافِر - Page - Juz 24

﴿وَقَالَ رَجُلٞ مُّؤۡمِنٞ مِّنۡ ءَالِ فِرۡعَوۡنَ يَكۡتُمُ إِيمَٰنَهُۥٓ أَتَقۡتُلُونَ رَجُلًا أَن يَقُولَ رَبِّيَ ٱللَّهُ وَقَدۡ جَآءَكُم بِٱلۡبَيِّنَٰتِ مِن رَّبِّكُمۡۖ وَإِن يَكُ كَٰذِبٗا فَعَلَيۡهِ كَذِبُهُۥۖ وَإِن يَكُ صَادِقٗا يُصِبۡكُم بَعۡضُ ٱلَّذِي يَعِدُكُمۡۖ إِنَّ ٱللَّهَ لَا يَهۡدِي مَنۡ هُوَ مُسۡرِفٞ كَذَّابٞ ﴾
[غَافِر: 28]

Ke kaloku indoda ekholwayo yakuloFir’awn eyayilufihlile ukholo lwayo, yathi: “Ingaba uza kubulala indoda ngenxa yokusuka ithi: “INkosi yam nguAllâh”, lo gama ikunike imiqondiso ecacileyo evela eNkosini yakho? Ukanti ke ukuba iyaxoka, siya kuba phezu kwayo isiphumo sokuxoka kwayo, kodwa ukuba kuthe kanti ithetha inyaniso, kuya kukuthwaxa okuyinxalenye yoko ikuthembisa ngako. Inene uAllâh Akamkhokeli lowo ungumgabadeli nolixoki

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وقال رجل مؤمن من آل فرعون يكتم إيمانه أتقتلون رجلا أن يقول, باللغة الكسوزا

﴿وقال رجل مؤمن من آل فرعون يكتم إيمانه أتقتلون رجلا أن يقول﴾ [غَافِر: 28]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek