×

UMuhammad nguMthunywa ka-Allâh ukanti abo bakunye naye bangqwabalala kwabangakholwayo, banenceba phakathi kwabo 48:29 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Fath ⮕ (48:29) ayat 29 in Xhosa

48:29 Surah Al-Fath ayat 29 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Fath ayat 29 - الفَتح - Page - Juz 26

﴿مُّحَمَّدٞ رَّسُولُ ٱللَّهِۚ وَٱلَّذِينَ مَعَهُۥٓ أَشِدَّآءُ عَلَى ٱلۡكُفَّارِ رُحَمَآءُ بَيۡنَهُمۡۖ تَرَىٰهُمۡ رُكَّعٗا سُجَّدٗا يَبۡتَغُونَ فَضۡلٗا مِّنَ ٱللَّهِ وَرِضۡوَٰنٗاۖ سِيمَاهُمۡ فِي وُجُوهِهِم مِّنۡ أَثَرِ ٱلسُّجُودِۚ ذَٰلِكَ مَثَلُهُمۡ فِي ٱلتَّوۡرَىٰةِۚ وَمَثَلُهُمۡ فِي ٱلۡإِنجِيلِ كَزَرۡعٍ أَخۡرَجَ شَطۡـَٔهُۥ فَـَٔازَرَهُۥ فَٱسۡتَغۡلَظَ فَٱسۡتَوَىٰ عَلَىٰ سُوقِهِۦ يُعۡجِبُ ٱلزُّرَّاعَ لِيَغِيظَ بِهِمُ ٱلۡكُفَّارَۗ وَعَدَ ٱللَّهُ ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ وَعَمِلُواْ ٱلصَّٰلِحَٰتِ مِنۡهُم مَّغۡفِرَةٗ وَأَجۡرًا عَظِيمَۢا ﴾
[الفَتح: 29]

UMuhammad nguMthunywa ka-Allâh ukanti abo bakunye naye bangqwabalala kwabangakholwayo, banenceba phakathi kwabo (bodwa). Ubabona bequbuda (emthandazweni) befuna ubuBele buka-Allâh nokuthandwa nguYe. Uphawu lwabo lusebusweni babo (emabunzini) oluvela kumzila wokuqubuda. Yinkcazo yabo ke leyo ephuma kwiTorah, kanti inkcazo yabo kwiVangeli injengesityalo esivelisa iingcambu zaso, size sizomeleze ukuze zintshule ziqine zime ngeziqu zazo, zivuyise umlimi (wazo) khona ukuze (uAllâh) Abahlahlambise abangakholwayo. UAllâh Uthembise abo bakholwayo, benza izenzo ezilungileyo phakathi kwabo, ngoxolelo lwezono, nomvuzo omkhulu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: محمد رسول الله والذين معه أشداء على الكفار رحماء بينهم تراهم ركعا, باللغة الكسوزا

﴿محمد رسول الله والذين معه أشداء على الكفار رحماء بينهم تراهم ركعا﴾ [الفَتح: 29]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek