﴿يَٰٓأَيُّهَا ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ لَا يَسۡخَرۡ قَوۡمٞ مِّن قَوۡمٍ عَسَىٰٓ أَن يَكُونُواْ خَيۡرٗا مِّنۡهُمۡ وَلَا نِسَآءٞ مِّن نِّسَآءٍ عَسَىٰٓ أَن يَكُنَّ خَيۡرٗا مِّنۡهُنَّۖ وَلَا تَلۡمِزُوٓاْ أَنفُسَكُمۡ وَلَا تَنَابَزُواْ بِٱلۡأَلۡقَٰبِۖ بِئۡسَ ٱلِٱسۡمُ ٱلۡفُسُوقُ بَعۡدَ ٱلۡإِيمَٰنِۚ وَمَن لَّمۡ يَتُبۡ فَأُوْلَٰٓئِكَ هُمُ ٱلظَّٰلِمُونَ ﴾
[الحُجُرَات: 11]
Hini na nina bakholwayo, makungabikho bantu benza intlekisa ngabanye abantu, (kunokwenzeka) mhlawumbi (kuthi kanti) bona (aba kuhlekiswa ngabo) ngabona bangcono kunabo; kungabikho bafazi kananjalo abenza intlekisa (ngabanye) abafazi (kunokwenzeka) mhlawumbi (kuthi kanti) ngabo abangcono kunabo (bahlekayo). Kananjalo musani ukuthukana, ningabizani ngamagama eziqhulo ezikhubekisayo. Libi igama elisisiqhulo (elithetha) ububi emva kokuba (umntu amkele i-Islam) enokholo. Kananjalo lowo ungaguqukiyo ngabo banjalo ke abangabenzi bobubi
ترجمة: ياأيها الذين آمنوا لا يسخر قوم من قوم عسى أن يكونوا خيرا, باللغة الكسوزا
﴿ياأيها الذين آمنوا لا يسخر قوم من قوم عسى أن يكونوا خيرا﴾ [الحُجُرَات: 11]