×

Hini na nina bakholwayo! Xa niza kwenza iSalâh, hlambani ubuso benu nezandla 5:6 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:6) ayat 6 in Xhosa

5:6 Surah Al-Ma’idah ayat 6 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 6 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿يَٰٓأَيُّهَا ٱلَّذِينَ ءَامَنُوٓاْ إِذَا قُمۡتُمۡ إِلَى ٱلصَّلَوٰةِ فَٱغۡسِلُواْ وُجُوهَكُمۡ وَأَيۡدِيَكُمۡ إِلَى ٱلۡمَرَافِقِ وَٱمۡسَحُواْ بِرُءُوسِكُمۡ وَأَرۡجُلَكُمۡ إِلَى ٱلۡكَعۡبَيۡنِۚ وَإِن كُنتُمۡ جُنُبٗا فَٱطَّهَّرُواْۚ وَإِن كُنتُم مَّرۡضَىٰٓ أَوۡ عَلَىٰ سَفَرٍ أَوۡ جَآءَ أَحَدٞ مِّنكُم مِّنَ ٱلۡغَآئِطِ أَوۡ لَٰمَسۡتُمُ ٱلنِّسَآءَ فَلَمۡ تَجِدُواْ مَآءٗ فَتَيَمَّمُواْ صَعِيدٗا طَيِّبٗا فَٱمۡسَحُواْ بِوُجُوهِكُمۡ وَأَيۡدِيكُم مِّنۡهُۚ مَا يُرِيدُ ٱللَّهُ لِيَجۡعَلَ عَلَيۡكُم مِّنۡ حَرَجٖ وَلَٰكِن يُرِيدُ لِيُطَهِّرَكُمۡ وَلِيُتِمَّ نِعۡمَتَهُۥ عَلَيۡكُمۡ لَعَلَّكُمۡ تَشۡكُرُونَ ﴾
[المَائدة: 6]

Hini na nina bakholwayo! Xa niza kwenza iSalâh, hlambani ubuso benu nezandla niye kuma ngeengqiniba, nosule iintloko nihlambe iinyawo zenu niye kuma ngamaqatha. Ukuba nikwimeko yejanâbah5, zihlambululeni (kulo meko ngokuhlamba umzimba wonke). Kodwa ukuba niyagula okanye niseluhambeni, okanye umntu usuka kuzikhulula kwindlu yangasese, okanye benidibene (ngesondo) nabasetyhini nize ningafumani manzi, ke kaloku yenzani iTayammum ngomhlaba ococekileyo nihlikihle ngawo ebusweni nasezandleni zenu. UAllâh Akanqweneli kunibeka bunzimeni kodwa Ufuna ukunihlambulula nokufezekisa uBabalo lwaKhe kuni ukuze nibe nombulelo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ياأيها الذين آمنوا إذا قمتم إلى الصلاة فاغسلوا وجوهكم وأيديكم إلى المرافق, باللغة الكسوزا

﴿ياأيها الذين آمنوا إذا قمتم إلى الصلاة فاغسلوا وجوهكم وأيديكم إلى المرافق﴾ [المَائدة: 6]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek