×

Okwenziwe kwavumeleka kuni namhlanje kokulungileyo. Ukutya kwaBantu beNcwadi4 kuvumelekile kuni kanti nokwenukuvumelekilekubo.(Okuvumelekeleumtshatokuni) 5:5 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:5) ayat 5 in Xhosa

5:5 Surah Al-Ma’idah ayat 5 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 5 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿ٱلۡيَوۡمَ أُحِلَّ لَكُمُ ٱلطَّيِّبَٰتُۖ وَطَعَامُ ٱلَّذِينَ أُوتُواْ ٱلۡكِتَٰبَ حِلّٞ لَّكُمۡ وَطَعَامُكُمۡ حِلّٞ لَّهُمۡۖ وَٱلۡمُحۡصَنَٰتُ مِنَ ٱلۡمُؤۡمِنَٰتِ وَٱلۡمُحۡصَنَٰتُ مِنَ ٱلَّذِينَ أُوتُواْ ٱلۡكِتَٰبَ مِن قَبۡلِكُمۡ إِذَآ ءَاتَيۡتُمُوهُنَّ أُجُورَهُنَّ مُحۡصِنِينَ غَيۡرَ مُسَٰفِحِينَ وَلَا مُتَّخِذِيٓ أَخۡدَانٖۗ وَمَن يَكۡفُرۡ بِٱلۡإِيمَٰنِ فَقَدۡ حَبِطَ عَمَلُهُۥ وَهُوَ فِي ٱلۡأٓخِرَةِ مِنَ ٱلۡخَٰسِرِينَ ﴾
[المَائدة: 5]

Okwenziwe kwavumeleka kuni namhlanje kokulungileyo. Ukutya kwaBantu beNcwadi4 kuvumelekile kuni kanti nokwenukuvumelekilekubo.(Okuvumelekeleumtshatokuni) ngabasetyhini abanyulu kumakholwakazi (amaMuslimkazi) nabanyulu kwabo babenikwe isiBhalo ngaphambili kunani (amaYuda namaKhristu) enibanike imahr yabo, ninqwenela ubunyulu ningafuni kwenza lukrexezo ningafuni kubenza (amankazana). Lowo ungalwamkeliyo ukholo izenzo zakhe aziyi kuba naziqhamo, Yaye kuBomi oBuzayo uya kuba ngomnye wabalahlekelwa

❮ Previous Next ❯

ترجمة: اليوم أحل لكم الطيبات وطعام الذين أوتوا الكتاب حل لكم وطعامكم حل, باللغة الكسوزا

﴿اليوم أحل لكم الطيبات وطعام الذين أوتوا الكتاب حل لكم وطعامكم حل﴾ [المَائدة: 5]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek