×

Akuboni na ukuba uAllâh Wazi okusemazulwini nasemhlabeni? Akukho ncoko yabathathu (eyenzelwa ekhusini) 58:7 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Mujadilah ⮕ (58:7) ayat 7 in Xhosa

58:7 Surah Al-Mujadilah ayat 7 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Mujadilah ayat 7 - المُجَادلة - Page - Juz 28

﴿أَلَمۡ تَرَ أَنَّ ٱللَّهَ يَعۡلَمُ مَا فِي ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَمَا فِي ٱلۡأَرۡضِۖ مَا يَكُونُ مِن نَّجۡوَىٰ ثَلَٰثَةٍ إِلَّا هُوَ رَابِعُهُمۡ وَلَا خَمۡسَةٍ إِلَّا هُوَ سَادِسُهُمۡ وَلَآ أَدۡنَىٰ مِن ذَٰلِكَ وَلَآ أَكۡثَرَ إِلَّا هُوَ مَعَهُمۡ أَيۡنَ مَا كَانُواْۖ ثُمَّ يُنَبِّئُهُم بِمَا عَمِلُواْ يَوۡمَ ٱلۡقِيَٰمَةِۚ إِنَّ ٱللَّهَ بِكُلِّ شَيۡءٍ عَلِيمٌ ﴾
[المُجَادلة: 7]

Akuboni na ukuba uAllâh Wazi okusemazulwini nasemhlabeni? Akukho ncoko yabathathu (eyenzelwa ekhusini) koko Yena Uba ngowesine kubo, kungekho bahlanu koko Yena ngowesithandathu kubo akukho banganeno kunoko kungekho bangaphezulu kunoko koko Yena Ukunye nabo (ngolwazi) nokuba baphi na apho bakhoyo. Ke kaloku Uya kubaxelela ngoko bakwenzayo ngoMhla woVuko, Inene uAllâh, nguMazi weento zonke

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ألم تر أن الله يعلم ما في السموات وما في الأرض ما, باللغة الكسوزا

﴿ألم تر أن الله يعلم ما في السموات وما في الأرض ما﴾ [المُجَادلة: 7]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek