×

Kananjalo phakathi kwabo kukho abo bakuphulaphulayo wena; kodwa Sibeke isigqubuthelo ezintliziyweni zabo, 6:25 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:25) ayat 25 in Xhosa

6:25 Surah Al-An‘am ayat 25 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 25 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿وَمِنۡهُم مَّن يَسۡتَمِعُ إِلَيۡكَۖ وَجَعَلۡنَا عَلَىٰ قُلُوبِهِمۡ أَكِنَّةً أَن يَفۡقَهُوهُ وَفِيٓ ءَاذَانِهِمۡ وَقۡرٗاۚ وَإِن يَرَوۡاْ كُلَّ ءَايَةٖ لَّا يُؤۡمِنُواْ بِهَاۖ حَتَّىٰٓ إِذَا جَآءُوكَ يُجَٰدِلُونَكَ يَقُولُ ٱلَّذِينَ كَفَرُوٓاْ إِنۡ هَٰذَآ إِلَّآ أَسَٰطِيرُ ٱلۡأَوَّلِينَ ﴾
[الأنعَام: 25]

Kananjalo phakathi kwabo kukho abo bakuphulaphulayo wena; kodwa Sibeke isigqubuthelo ezintliziyweni zabo, ukuze bangaqiqi, nobuthulu ezindlebeni zabo; kanti enokuba sele bezibona zonke iiVesi abayi kukholwa kuzo; kangangokuba nokuba sele befikile kuwe, beze kuxoxa nawe abangakholwayo bathi: “(Suk’apha), ezi ziintsomi zabantu bakudala”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ومنهم من يستمع إليك وجعلنا على قلوبهم أكنة أن يفقهوه وفي آذانهم, باللغة الكسوزا

﴿ومنهم من يستمع إليك وجعلنا على قلوبهم أكنة أن يفقهوه وفي آذانهم﴾ [الأنعَام: 25]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek