×

Yithi(Muhammad):“Ingabasizakubizakwabanyengaphandle koAllâh, (sibize kwizithixo) ezingenakusenza nto ilungileyo zingekhe zisenze nabubi, siza kujibilika, 6:71 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:71) ayat 71 in Xhosa

6:71 Surah Al-An‘am ayat 71 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 71 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿قُلۡ أَنَدۡعُواْ مِن دُونِ ٱللَّهِ مَا لَا يَنفَعُنَا وَلَا يَضُرُّنَا وَنُرَدُّ عَلَىٰٓ أَعۡقَابِنَا بَعۡدَ إِذۡ هَدَىٰنَا ٱللَّهُ كَٱلَّذِي ٱسۡتَهۡوَتۡهُ ٱلشَّيَٰطِينُ فِي ٱلۡأَرۡضِ حَيۡرَانَ لَهُۥٓ أَصۡحَٰبٞ يَدۡعُونَهُۥٓ إِلَى ٱلۡهُدَى ٱئۡتِنَاۗ قُلۡ إِنَّ هُدَى ٱللَّهِ هُوَ ٱلۡهُدَىٰۖ وَأُمِرۡنَا لِنُسۡلِمَ لِرَبِّ ٱلۡعَٰلَمِينَ ﴾
[الأنعَام: 71]

Yithi(Muhammad):“Ingabasizakubizakwabanyengaphandle koAllâh, (sibize kwizithixo) ezingenakusenza nto ilungileyo zingekhe zisenze nabubi, siza kujibilika, sibuye umva Esakugqiba ukusikhokela uAllâh? Sibe njengalowo uShaytân amenze waphambuka emhlabeni edidekile, abahlobo bakhe bemmemelela kwisiKhokelo, (besithi): “Yiza kuthi!” Yithi: “Inene isiKhokelo sika-Allâh siso kuphela isiKhokelo, yaye siyalelwe ukuba sizinikele kwiNkosi yamaphakade”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قل أندعوا من دون الله ما لا ينفعنا ولا يضرنا ونرد على, باللغة الكسوزا

﴿قل أندعوا من دون الله ما لا ينفعنا ولا يضرنا ونرد على﴾ [الأنعَام: 71]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek