×

Xa ke sele (bephantsele) ukuzalisekisa ixesha elo nisengabagcina ngemvisiswano entle kungenjalo nahlukane 65:2 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah AT-Talaq ⮕ (65:2) ayat 2 in Xhosa

65:2 Surah AT-Talaq ayat 2 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah AT-Talaq ayat 2 - الطَّلَاق - Page - Juz 28

﴿فَإِذَا بَلَغۡنَ أَجَلَهُنَّ فَأَمۡسِكُوهُنَّ بِمَعۡرُوفٍ أَوۡ فَارِقُوهُنَّ بِمَعۡرُوفٖ وَأَشۡهِدُواْ ذَوَيۡ عَدۡلٖ مِّنكُمۡ وَأَقِيمُواْ ٱلشَّهَٰدَةَ لِلَّهِۚ ذَٰلِكُمۡ يُوعَظُ بِهِۦ مَن كَانَ يُؤۡمِنُ بِٱللَّهِ وَٱلۡيَوۡمِ ٱلۡأٓخِرِۚ وَمَن يَتَّقِ ٱللَّهَ يَجۡعَل لَّهُۥ مَخۡرَجٗا ﴾
[الطَّلَاق: 2]

Xa ke sele (bephantsele) ukuzalisekisa ixesha elo nisengabagcina ngemvisiswano entle kungenjalo nahlukane nabo ngesihle. Nize namangqina amabini angamadoda angamalungisa phakathi kwenu, nimisele ubungqina obamkelekileyo kuAllâh. Oko kuyalelwa lowo ukholwayo kuAllâh nakwiMini yokuGqibela. Ke kaloku lowo umoyikayo uAllâh, Uya kumenzela indlela

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فإذا بلغن أجلهن فأمسكوهن بمعروف أو فارقوهن بمعروف وأشهدوا ذوي عدل منكم, باللغة الكسوزا

﴿فإذا بلغن أجلهن فأمسكوهن بمعروف أو فارقوهن بمعروف وأشهدوا ذوي عدل منكم﴾ [الطَّلَاق: 2]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek