×

Hini na nina bakholwayo! Yintoni ngani, xa kusithiwa kuni yiyani phambili (edabini) 9:38 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah At-Taubah ⮕ (9:38) ayat 38 in Xhosa

9:38 Surah At-Taubah ayat 38 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah At-Taubah ayat 38 - التوبَة - Page - Juz 10

﴿يَٰٓأَيُّهَا ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ مَا لَكُمۡ إِذَا قِيلَ لَكُمُ ٱنفِرُواْ فِي سَبِيلِ ٱللَّهِ ٱثَّاقَلۡتُمۡ إِلَى ٱلۡأَرۡضِۚ أَرَضِيتُم بِٱلۡحَيَوٰةِ ٱلدُّنۡيَا مِنَ ٱلۡأٓخِرَةِۚ فَمَا مَتَٰعُ ٱلۡحَيَوٰةِ ٱلدُّنۡيَا فِي ٱلۡأٓخِرَةِ إِلَّا قَلِيلٌ ﴾
[التوبَة: 38]

Hini na nina bakholwayo! Yintoni ngani, xa kusithiwa kuni yiyani phambili (edabini) eNdleleni ka-Allâh, nisuke nina nitshele ngamandla ehlabathini? Ingaba nanelisekile na yimpilo yobu bomi kuneyoBomi oBuzayo? Kodwa hayi ukuba luncinci kolonwabo lobomi balo mhlaba xa luthelekiswa noloBomi oBuzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ياأيها الذين آمنوا ما لكم إذا قيل لكم انفروا في سبيل الله, باللغة الكسوزا

﴿ياأيها الذين آمنوا ما لكم إذا قيل لكم انفروا في سبيل الله﴾ [التوبَة: 38]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek