×

Njengabo bangaphambili kunani: babenamandla kunani. Benobutyebinabantwanangaphezulukunani.Bonabonwabela esabo isahlulo (okwexeshana) nani ke yonwabelani 9:69 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah At-Taubah ⮕ (9:69) ayat 69 in Xhosa

9:69 Surah At-Taubah ayat 69 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah At-Taubah ayat 69 - التوبَة - Page - Juz 10

﴿كَٱلَّذِينَ مِن قَبۡلِكُمۡ كَانُوٓاْ أَشَدَّ مِنكُمۡ قُوَّةٗ وَأَكۡثَرَ أَمۡوَٰلٗا وَأَوۡلَٰدٗا فَٱسۡتَمۡتَعُواْ بِخَلَٰقِهِمۡ فَٱسۡتَمۡتَعۡتُم بِخَلَٰقِكُمۡ كَمَا ٱسۡتَمۡتَعَ ٱلَّذِينَ مِن قَبۡلِكُم بِخَلَٰقِهِمۡ وَخُضۡتُمۡ كَٱلَّذِي خَاضُوٓاْۚ أُوْلَٰٓئِكَ حَبِطَتۡ أَعۡمَٰلُهُمۡ فِي ٱلدُّنۡيَا وَٱلۡأٓخِرَةِۖ وَأُوْلَٰٓئِكَ هُمُ ٱلۡخَٰسِرُونَ ﴾
[التوبَة: 69]

Njengabo bangaphambili kunani: babenamandla kunani. Benobutyebinabantwanangaphezulukunani.Bonabonwabela esabo isahlulo (okwexeshana) nani ke yonwabelani esenu isahlulo (okwexeshana) njengabo bangaphambili kunani bonwabela isahlulo sabo okwexeshana; kananjalo nina niyazonwabisa emidlalweni nasekugqithiseni ixesha kanye njengoko babezonwabisa emidlalweni nasekugqithiseni ixesha. Abanjalo ngabo izenzo zabo zingento yanto kweli hlabathi nakuBomi oBuzayo. Abanjalo ngabo bangabalahlekelwa

❮ Previous Next ❯

ترجمة: كالذين من قبلكم كانوا أشد منكم قوة وأكثر أموالا وأولادا فاستمتعوا بخلاقهم, باللغة الكسوزا

﴿كالذين من قبلكم كانوا أشد منكم قوة وأكثر أموالا وأولادا فاستمتعوا بخلاقهم﴾ [التوبَة: 69]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek