×

Kananjalo Sithi Sisakwenza abantu ukuba bangcamle uBabalo emva kobunzima obebubathwaxile, basuke baqulunqe 10:21 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Yunus ⮕ (10:21) ayat 21 in Xhosa

10:21 Surah Yunus ayat 21 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Yunus ayat 21 - يُونس - Page - Juz 11

﴿وَإِذَآ أَذَقۡنَا ٱلنَّاسَ رَحۡمَةٗ مِّنۢ بَعۡدِ ضَرَّآءَ مَسَّتۡهُمۡ إِذَا لَهُم مَّكۡرٞ فِيٓ ءَايَاتِنَاۚ قُلِ ٱللَّهُ أَسۡرَعُ مَكۡرًاۚ إِنَّ رُسُلَنَا يَكۡتُبُونَ مَا تَمۡكُرُونَ ﴾
[يُونس: 21]

Kananjalo Sithi Sisakwenza abantu ukuba bangcamle uBabalo emva kobunzima obebubathwaxile, basuke baqulunqe ngokuchasene nemiqondiso yeThu, yithi ke wena (kubo): “UAllâh Ukhawuleza ngakumbi ekuqulunqeni!” Inene, izithunywa zeThu zikubhala phantsi konke oko nikuqulunqayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا أذقنا الناس رحمة من بعد ضراء مستهم إذا لهم مكر في, باللغة الكسوزا

﴿وإذا أذقنا الناس رحمة من بعد ضراء مستهم إذا لهم مكر في﴾ [يُونس: 21]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek