×

Kungenzeka wena (Muhammad) uncame inxalenye yoko kutyhilwe kuwe, nentliziyo yakho ive ubunzima 11:12 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Hud ⮕ (11:12) ayat 12 in Xhosa

11:12 Surah Hud ayat 12 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Hud ayat 12 - هُود - Page - Juz 12

﴿فَلَعَلَّكَ تَارِكُۢ بَعۡضَ مَا يُوحَىٰٓ إِلَيۡكَ وَضَآئِقُۢ بِهِۦ صَدۡرُكَ أَن يَقُولُواْ لَوۡلَآ أُنزِلَ عَلَيۡهِ كَنزٌ أَوۡ جَآءَ مَعَهُۥ مَلَكٌۚ إِنَّمَآ أَنتَ نَذِيرٞۚ وَٱللَّهُ عَلَىٰ كُلِّ شَيۡءٖ وَكِيلٌ ﴾
[هُود: 12]

Kungenzeka wena (Muhammad) uncame inxalenye yoko kutyhilwe kuwe, nentliziyo yakho ive ubunzima ngenxa yako oko ngokuba bathi: “Kutheni kaloku engathunyelelwa uvimba wobutyebi nje, okanye kuze ingelosi kuthi ihamba naye?” Kodwa wena (Muhammad) unguMlumkisi kuphela, Yena uAllâh nguMlondolozi wezinto zonke

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فلعلك تارك بعض ما يوحى إليك وضائق به صدرك أن يقولوا لولا, باللغة الكسوزا

﴿فلعلك تارك بعض ما يوحى إليك وضائق به صدرك أن يقولوا لولا﴾ [هُود: 12]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek