×

Kwaye akukho nto iSithintelayo ukuba Singathumeli umqondiso kodwa abantu bamandulo bayiphikisa (imiqondiso 17:59 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Isra’ ⮕ (17:59) ayat 59 in Xhosa

17:59 Surah Al-Isra’ ayat 59 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Isra’ ayat 59 - الإسرَاء - Page - Juz 15

﴿وَمَا مَنَعَنَآ أَن نُّرۡسِلَ بِٱلۡأٓيَٰتِ إِلَّآ أَن كَذَّبَ بِهَا ٱلۡأَوَّلُونَۚ وَءَاتَيۡنَا ثَمُودَ ٱلنَّاقَةَ مُبۡصِرَةٗ فَظَلَمُواْ بِهَاۚ وَمَا نُرۡسِلُ بِٱلۡأٓيَٰتِ إِلَّا تَخۡوِيفٗا ﴾
[الإسرَاء: 59]

Kwaye akukho nto iSithintelayo ukuba Singathumeli umqondiso kodwa abantu bamandulo bayiphikisa (imiqondiso leyo). Sathumela imazi yenkamela kwaThamûd ukuba ibe ngumqondiso ocacileyo (kubo), kodwa bayenza ububi. Kananjalo aSizanga Sithumele mqondiso Singawuthumeleli ukubalumkisa nokubenza boyike (intshabalalo)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وما منعنا أن نرسل بالآيات إلا أن كذب بها الأولون وآتينا ثمود, باللغة الكسوزا

﴿وما منعنا أن نرسل بالآيات إلا أن كذب بها الأولون وآتينا ثمود﴾ [الإسرَاء: 59]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek