×

Ke kaloku lowo ukhokelwe nguAllâh lowo ungokhokelelekileyo, ke lowo Amyekele ekulahlekeni abanjalo 17:97 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Isra’ ⮕ (17:97) ayat 97 in Xhosa

17:97 Surah Al-Isra’ ayat 97 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Isra’ ayat 97 - الإسرَاء - Page - Juz 15

﴿وَمَن يَهۡدِ ٱللَّهُ فَهُوَ ٱلۡمُهۡتَدِۖ وَمَن يُضۡلِلۡ فَلَن تَجِدَ لَهُمۡ أَوۡلِيَآءَ مِن دُونِهِۦۖ وَنَحۡشُرُهُمۡ يَوۡمَ ٱلۡقِيَٰمَةِ عَلَىٰ وُجُوهِهِمۡ عُمۡيٗا وَبُكۡمٗا وَصُمّٗاۖ مَّأۡوَىٰهُمۡ جَهَنَّمُۖ كُلَّمَا خَبَتۡ زِدۡنَٰهُمۡ سَعِيرٗا ﴾
[الإسرَاء: 97]

Ke kaloku lowo ukhokelwe nguAllâh lowo ungokhokelelekileyo, ke lowo Amyekele ekulahlekeni abanjalo akuyi kubafumanela bakhuseli ngaphandle kwaKhe, Yaye Siya kubaqokelela ndawonye ngomhla woVuko (bawe) ngobuso beziimfama, bezizimumu nezithulu. Ikhaya labo iya kuba sisiHogo, maxa onke sisiya siyekelela8 (ukutshisa) Siya kubongezela isivuthisi soMlilo odwanguzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ومن يهد الله فهو المهتد ومن يضلل فلن تجد لهم أولياء من, باللغة الكسوزا

﴿ومن يهد الله فهو المهتد ومن يضلل فلن تجد لهم أولياء من﴾ [الإسرَاء: 97]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek