×

Ngubani na intswelabulungisa egqitha abo bathintela ukuba iGama lika-Allâh lidunyiswe, likhankanywe kakhulu 2:114 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:114) ayat 114 in Xhosa

2:114 Surah Al-Baqarah ayat 114 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 114 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿وَمَنۡ أَظۡلَمُ مِمَّن مَّنَعَ مَسَٰجِدَ ٱللَّهِ أَن يُذۡكَرَ فِيهَا ٱسۡمُهُۥ وَسَعَىٰ فِي خَرَابِهَآۚ أُوْلَٰٓئِكَ مَا كَانَ لَهُمۡ أَن يَدۡخُلُوهَآ إِلَّا خَآئِفِينَۚ لَهُمۡ فِي ٱلدُّنۡيَا خِزۡيٞ وَلَهُمۡ فِي ٱلۡأٓخِرَةِ عَذَابٌ عَظِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 114]

Ngubani na intswelabulungisa egqitha abo bathintela ukuba iGama lika-Allâh lidunyiswe, likhankanywe kakhulu ezimasjid44 zika-Allâh, bade kananjalo bazame ukuzitshabalalisa? Bekungekho lungelweni kakade kubo ukuba bangene kuzo (ezi masjid) bengangeni ngentlonipho. Okwabo iya kuba kukuhlazeka kweli hlabathi, nesohlwayo esikhulu abaya kusifumana kuBomi oBuzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ومن أظلم ممن منع مساجد الله أن يذكر فيها اسمه وسعى في, باللغة الكسوزا

﴿ومن أظلم ممن منع مساجد الله أن يذكر فيها اسمه وسعى في﴾ [البَقَرَة: 114]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek