×

Ke ngoko Sinenze nasisizwe esiphakathi (esilungeleleneyo, esizinzileyo) khon’ukuze nibe ngamangqina phezu koluntu, 2:143 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:143) ayat 143 in Xhosa

2:143 Surah Al-Baqarah ayat 143 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 143 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَكَذَٰلِكَ جَعَلۡنَٰكُمۡ أُمَّةٗ وَسَطٗا لِّتَكُونُواْ شُهَدَآءَ عَلَى ٱلنَّاسِ وَيَكُونَ ٱلرَّسُولُ عَلَيۡكُمۡ شَهِيدٗاۗ وَمَا جَعَلۡنَا ٱلۡقِبۡلَةَ ٱلَّتِي كُنتَ عَلَيۡهَآ إِلَّا لِنَعۡلَمَ مَن يَتَّبِعُ ٱلرَّسُولَ مِمَّن يَنقَلِبُ عَلَىٰ عَقِبَيۡهِۚ وَإِن كَانَتۡ لَكَبِيرَةً إِلَّا عَلَى ٱلَّذِينَ هَدَى ٱللَّهُۗ وَمَا كَانَ ٱللَّهُ لِيُضِيعَ إِيمَٰنَكُمۡۚ إِنَّ ٱللَّهَ بِٱلنَّاسِ لَرَءُوفٞ رَّحِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 143]

Ke ngoko Sinenze nasisizwe esiphakathi (esilungeleleneyo, esizinzileyo) khon’ukuze nibe ngamangqina phezu koluntu, yena uMthunywa abe lingqina phezu kwenu. Kananjalo i’Kiblah57 ebenikade nijongisa kuyo Siyenzele ukuvavanya abo balandela uMthunywa58 (babonakale) kwabo bajibilikayo. Inene (olo vavanyo) lube nzima ngaphandle kwabo uAllâh Abakhokelele eNdleleni. Kwaye uAllâh Asokuze Enze izenzo zenu zingabi nto yanto. Inene uAllâh Unobubele, nguSozinceba woluntu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وكذلك جعلناكم أمة وسطا لتكونوا شهداء على الناس ويكون الرسول عليكم شهيدا, باللغة الكسوزا

﴿وكذلك جعلناكم أمة وسطا لتكونوا شهداء على الناس ويكون الرسول عليكم شهيدا﴾ [البَقَرَة: 143]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek