×

Inene Sikubonile ukubhekisa kwakho ubuso bakho ezulwini, Ngenene Siya kukubhekisa kwi’Kiblah eza 2:144 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:144) ayat 144 in Xhosa

2:144 Surah Al-Baqarah ayat 144 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 144 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿قَدۡ نَرَىٰ تَقَلُّبَ وَجۡهِكَ فِي ٱلسَّمَآءِۖ فَلَنُوَلِّيَنَّكَ قِبۡلَةٗ تَرۡضَىٰهَاۚ فَوَلِّ وَجۡهَكَ شَطۡرَ ٱلۡمَسۡجِدِ ٱلۡحَرَامِۚ وَحَيۡثُ مَا كُنتُمۡ فَوَلُّواْ وُجُوهَكُمۡ شَطۡرَهُۥۗ وَإِنَّ ٱلَّذِينَ أُوتُواْ ٱلۡكِتَٰبَ لَيَعۡلَمُونَ أَنَّهُ ٱلۡحَقُّ مِن رَّبِّهِمۡۗ وَمَا ٱللَّهُ بِغَٰفِلٍ عَمَّا يَعۡمَلُونَ ﴾
[البَقَرَة: 144]

Inene Sikubonile ukubhekisa kwakho ubuso bakho ezulwini, Ngenene Siya kukubhekisa kwi’Kiblah eza kukukholisa, Ngoko ke bhekisa ubuso bakho kwicala leMasjid eNgcwele. Naphi na apho nina bantu nikhoyo, bhekisani ubuso benu kwelo cala. Inene abantu ababenikwe isiBhalo bakwazi ngcono okokuba ukujongisa ngakwiKa’bha eseMakkah emthandazweni yinyaniso leyo evela eNkosini yabo. Yaye UAllâh Ayingaba Akanalwazi ngoko bakwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قد نرى تقلب وجهك في السماء فلنولينك قبلة ترضاها فول وجهك شطر, باللغة الكسوزا

﴿قد نرى تقلب وجهك في السماء فلنولينك قبلة ترضاها فول وجهك شطر﴾ [البَقَرَة: 144]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek