×

Enokuba ubunokuveza yonke imiqondiso kuBantu beNcwadi bebengekhe bakulandele kwi’Kiblah yakho, ube nawe 2:145 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:145) ayat 145 in Xhosa

2:145 Surah Al-Baqarah ayat 145 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 145 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَلَئِنۡ أَتَيۡتَ ٱلَّذِينَ أُوتُواْ ٱلۡكِتَٰبَ بِكُلِّ ءَايَةٖ مَّا تَبِعُواْ قِبۡلَتَكَۚ وَمَآ أَنتَ بِتَابِعٖ قِبۡلَتَهُمۡۚ وَمَا بَعۡضُهُم بِتَابِعٖ قِبۡلَةَ بَعۡضٖۚ وَلَئِنِ ٱتَّبَعۡتَ أَهۡوَآءَهُم مِّنۢ بَعۡدِ مَا جَآءَكَ مِنَ ٱلۡعِلۡمِ إِنَّكَ إِذٗا لَّمِنَ ٱلظَّٰلِمِينَ ﴾
[البَقَرَة: 145]

Enokuba ubunokuveza yonke imiqondiso kuBantu beNcwadi bebengekhe bakulandele kwi’Kiblah yakho, ube nawe ungenakulandela i’Kiblah yabo. Kanti nabo abangekhe balandele i’Kiblah yomnye nomnye phakathi kwabo. Inene ukuba ungalandela iminqweno yabo engendawo, emva kokuba oko kululwazi sele kufikile kuwe ubuya kuba ngomnye wabagabadeli

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولئن أتيت الذين أوتوا الكتاب بكل آية ما تبعوا قبلتك وما أنت, باللغة الكسوزا

﴿ولئن أتيت الذين أوتوا الكتاب بكل آية ما تبعوا قبلتك وما أنت﴾ [البَقَرَة: 145]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek