×

Buhonjiswe babuhle ubomi balo mhlaba kwabo bangakholwayo, bade bagculele abo bakholwayo. Kodwa 2:212 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:212) ayat 212 in Xhosa

2:212 Surah Al-Baqarah ayat 212 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 212 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿زُيِّنَ لِلَّذِينَ كَفَرُواْ ٱلۡحَيَوٰةُ ٱلدُّنۡيَا وَيَسۡخَرُونَ مِنَ ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْۘ وَٱلَّذِينَ ٱتَّقَوۡاْ فَوۡقَهُمۡ يَوۡمَ ٱلۡقِيَٰمَةِۗ وَٱللَّهُ يَرۡزُقُ مَن يَشَآءُ بِغَيۡرِ حِسَابٖ ﴾
[البَقَرَة: 212]

Buhonjiswe babuhle ubomi balo mhlaba kwabo bangakholwayo, bade bagculele abo bakholwayo. Kodwa bona abo bathobela imiyalelo ka-Allâh bazigcine kude koko Akwaleleyo (ukuba kwenziwe) baya kuba ngentla kwabo ngoMhla woVuko. Yaye uAllâh Wenzela ubuBele lowo Amthandileyo ngaphandle komlinganiselo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: زين للذين كفروا الحياة الدنيا ويسخرون من الذين آمنوا والذين اتقوا فوقهم, باللغة الكسوزا

﴿زين للذين كفروا الحياة الدنيا ويسخرون من الذين آمنوا والذين اتقوا فوقهم﴾ [البَقَرَة: 212]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek