×

Abantu babekade beluluntu olunye, uAllâh Wathumela abaProfeti baKhe neendaba ezivuyisayo kubo zokubalumkisa. 2:213 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:213) ayat 213 in Xhosa

2:213 Surah Al-Baqarah ayat 213 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 213 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿كَانَ ٱلنَّاسُ أُمَّةٗ وَٰحِدَةٗ فَبَعَثَ ٱللَّهُ ٱلنَّبِيِّـۧنَ مُبَشِّرِينَ وَمُنذِرِينَ وَأَنزَلَ مَعَهُمُ ٱلۡكِتَٰبَ بِٱلۡحَقِّ لِيَحۡكُمَ بَيۡنَ ٱلنَّاسِ فِيمَا ٱخۡتَلَفُواْ فِيهِۚ وَمَا ٱخۡتَلَفَ فِيهِ إِلَّا ٱلَّذِينَ أُوتُوهُ مِنۢ بَعۡدِ مَا جَآءَتۡهُمُ ٱلۡبَيِّنَٰتُ بَغۡيَۢا بَيۡنَهُمۡۖ فَهَدَى ٱللَّهُ ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ لِمَا ٱخۡتَلَفُواْ فِيهِ مِنَ ٱلۡحَقِّ بِإِذۡنِهِۦۗ وَٱللَّهُ يَهۡدِي مَن يَشَآءُ إِلَىٰ صِرَٰطٖ مُّسۡتَقِيمٍ ﴾
[البَقَرَة: 213]

Abantu babekade beluluntu olunye, uAllâh Wathumela abaProfeti baKhe neendaba ezivuyisayo kubo zokubalumkisa. Wathumela isiBhalo senyaniso sokugweba phakathi kwabantu kwimicimbi ababengavisisani ngayo. Kananjalo ngabo babenikwe (isiBhalo) kuphela abaya baba neyantlukano ngokuphathelene naso emva kokuba imiqondiso ecacileyo yayisele ifikile kubo ngenxa yentiyano ababenayo omnye komnye. Ke kaloku uAllâh ngentando yaKhe Wakhokelela abo bakholwayo enyanisweni yoko babephikisana ngako. UAllâh Ukhokelela eNdleleni ethe Tye lowo Amthandileyo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: كان الناس أمة واحدة فبعث الله النبيين مبشرين ومنذرين وأنـزل معهم الكتاب, باللغة الكسوزا

﴿كان الناس أمة واحدة فبعث الله النبيين مبشرين ومنذرين وأنـزل معهم الكتاب﴾ [البَقَرَة: 213]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek